U‐Yisaya 60:19
U‐Yisaya 60:19 XHO1902A
Ilanga aliyi kubuya libe sisikanyiso kuwe ngemini; kanjalo inyanga ayiyi kukukanyisa ngenkazimlo; ngokuba uyehova eya kuba sisikanyiso esingunapakade kuwe, notixo wako woba bubuhle bako.