U‐Yisaya 59:21
U‐Yisaya 59:21 XHO1902A
Ngokuba mna, olu lucebano lwam nabo, utsho uyehova: umoya wam opezu kwako, namazwi am endiwabekileyo emlonyeni wako, akayi kumka emlonyeni wako, nasemlonyeni wenzalo yako, nasemlonyeni wenzalo yenzalo yako, utsho uyehova, kwa kaloku nje, nakude kube ngunapakade.





