U‐Yisaya 59:19
U‐Yisaya 59:19 XHO1902A
Baya kwandula boyike igama likayehova entshonalanga, nobungcwalisa bake kwa sekupumeni kwelanga: nxa utshaba luya kuza njengomlambo, umoya kayehova wopakamisa ibanile ngakulo.