U‐Yisaya 56:6-7
U‐Yisaya 56:6-7 XHO1902A
Nabasemzini, abazibandakanyela kuyehova, ukuba bamkonze, nokuba batande igama likayehova, babe zizicaka zake, bonke abayigcinayo isabata, bengayinco̔lisi, ababambelela kulo ucebano lwam; sendiya kubazisa entabeni yam eyingcwele, ndibavuyise endlwini yam yokutandaza; amadini okutshiswa abo nemibingo yabo yoba ikolekile pezu kwesibingelo sam; ngokuba indlu yam iya kubizwa ngokuti yindlu yokutandaza kubo bonke abantu.





