YouVersion Logo
Search Icon

U‐Yisaya 56:2

U‐Yisaya 56:2 XHO1902A

Unetamsanqa umntu owenza oku, nonyana womntu obambelela kuko; ogcina isabata, ukuba angayinco̔lisi; ogcina isandla sake, ukuba angayenzi nanye into ekohlakeleyo.

Free Reading Plans and Devotionals related to U‐Yisaya 56:2