U‐Yisaya 53:10
U‐Yisaya 53:10 XHO1902A
Kodwa uyehova ebetanda ukusityumza; wasivisa ubuhlungu. Nxa siya kuzenza idini letyala, siya kubona inzalo, siya kwolula imihla, nentando kayehova iya kulungiseka esandleni saso.