U‐Yisaya 51:3
U‐Yisaya 51:3 XHO1902A
Ngokuba uyehova eya kuba nenceba pezu kwe‐Ziyone; woba nenceba pezu kwazo zonke indawo zayo ezicitakeleyo; waeya kwenza intlango yayo njengayo i‐Hedeni, nobala lwayo njengomyezo kayehova; umgcobo novuyo luya kufunyanwa kuyo, umbulelo nelizwi lokucula.





