U‐Yisaya 45:5-6
U‐Yisaya 45:5-6 XHO1902A
Mna ndi nguyehova, akuko wumbi; ngapandle kwam akuko utixo: ndikubinqisile, nakuba ungandazanga; ukuze kwaziwe kwa sekupumeni kwelanga, nasekutshoneni kwalo, ukuba akuko ongapandle kwam: mna ndi nguyehova, akuko wumbi:





