YouVersion Logo
Search Icon

U‐Yisaya 43:1

U‐Yisaya 43:1 XHO1902A

Kodwa kaloku, utsho uyehova owakwenzayo, Yakobi! nalowo owakudalayo, Sirayeli! ukuti: Ungoyiki, ngokuba ndikukulule; ndikubizile ngegama; wena ungowam.

Video for U‐Yisaya 43:1