U‐Yisaya 41:17
U‐Yisaya 41:17 XHO1902A
Amahlwempu nabasweleyo bayafuna amanzi, kanti akako; ulwimi lwabo lutshile linxanwa; mna Yehova ndobapendula; mna Tixo wo‐Sirayeli andiyi kubashiya.