Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 5:7
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 5:7 XHO1902A
Owati emihleni yenyama yake, ezinikele nje izikungo nembongozo kulowo ubenamandla ukumsindisa ekufeni, ndawonye nokukala okukulu nenyembezi, eviwe nokuviwa ngoko wakwoyikayo





