Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 2:9
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 2:9 XHO1902A
Siyambona kodwa u‐Yesu, owenziwa abe ngapantsi kancinane kuzo ingelosi, ngenxa yobuhlungu bokufa, evatisiwe ngobungcwalisa nangodumo, ukuze ati ngofefe LUKATIXO abavele ukufa kwa bonke.
![[Songs of Praise] Bookends of Majesty Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 2:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)](/_next/image?url=https%3A%2F%2Fimageproxy.youversionapi.com%2Fhttps%3A%2F%2Fs3.amazonaws.com%2Fyvplans%2F55840%2F1440x810.jpg&w=3840&q=75)




