Bible App logo
Search Icon

I‐Genesise 46:29

I‐Genesise 46:29 XHO1902A

Waye u‐Josefe wabopa inqwelo yake, wenyuka ukuya kumkaulela u‐Sirayeli uyise e‐Goshene, wazibonakalisa kuye, wamwela intamo, walila entanyeni yake kwa kade.

Free Reading Plans and Devotionals related to I‐Genesise 46:29