Bible App logo
Search Icon

I‐Genesise 41:39-40

I‐Genesise 41:39-40 XHO1902A

Waye u‐Faro wati ku‐Josefe: Ekubeni utixo ekwazisile konke oku, akuko mntu ongangawe ekuqondeni nasekulumkeni. Woba wena upezu kwendlu yam, nangelizwi lako baya kuzilungisa bonke abantu bam; kupela eteroneni ndiya kuba mkulu kuwe.

Free Reading Plans and Devotionals related to I‐Genesise 41:39-40