I‐Genesise 24:3-4
I‐Genesise 24:3-4 XHO1902A
ndize ndikufungise uyehova, utixo wezulu, notixo womhlaba, okokuba akuyi kumtabatela unyana wam umfazi ezintombini zaba‐Kanane, endihleli mna pakati kwabo: koko uya kuya elizweni lakowetu, nakuso isalamane sam, umtabatele unyana wam, u‐Yisake, umfazi.





