Bible App logo
Search Icon

I‐Genesise 21:17-18

I‐Genesise 21:17-18 XHO1902A

Waye utixo weva ilizwi lomfana; yaza ingelosi katixo yabiza ku‐Hagare isezulwini, yati kuye: Unandawo nina, Hagare? ungoyiki; ngokuba utixo evile ilizwi lomfana apo akona. Suka, umfunqule umfana, umbambe ngesandla sako; ngokuba ndiya kumenza isizwe esikulu.