I‐Genesise 17:1
I‐Genesise 17:1 XHO1902A
KWAYE kute, akuba u‐Abrame eyiminyaka imashumi alitoba enesitoba ubudala bake, wabonakala uyehova ku‐Abrame, wati kuye: Mna ndi ngutixo onamandla onke; hamba ebusweni bam, ufezeke ukulunga.