Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 1:10
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 1:10 XHO1902A
Ngokuba kaloku nditomalalisa abantu, UTIXO, kusinina? umhlaumbi ndifuna ukukolisa abantu na? ngokuba abantu ukuba ndibe ndisakolisa bona, ndinge ndingabi ndisisicaka sika‐Kristu.








