I‐Kesodusi 34:6-7
I‐Kesodusi 34:6-7 XHO1902A
Waza wadlula uyehova pambi kwake, washumayela ngokuti: Uyehova, uyehova e ngutixo, enetaṙu, enofefe, equmba kade, emkulu ngobubele nenyaniso; ogcinela amawaka ububele, oxolela inkohlakalo, nesigqito, nesono, ongayi kuka agwebele onetyala; eyohlwayela inkohlakalo yoyise pezu kwabantwana, napezu kwabantwana babantwana, pezu kwesesitatu napezu kwesesine isizukulwana.





