I‐Kesodusi 29:45-46
I‐Kesodusi 29:45-46 XHO1902A
Ndandiya kuhlala pakati kwosapo luka‐Sirayeli, ndize ndibe ngutixo walo. Luya kwandula lukwazi okokuba ndi nguyehova, utixo walo, olukupileyo elizweni le‐Jipete, ukuba ndihlale pakati kwalo: mna ndi nguyehova, utixowalo.





