I‐Kesodusi 23:25-26
I‐Kesodusi 23:25-26 XHO1902A
Naniya kumkonza uyehova, utixo wenu, oya kutamsanqelisa isonka sako namanzi ako; ndandiya kususa isifo pakati kwenu. Akuyi kubako osisu sipumayo nodlolileyo ezweni lenu: inani lemihla yako ndolizalisa.





