YouVersion Logo
Search Icon

I‐Kesodusi 20:4-5

I‐Kesodusi 20:4-5 XHO1902A

Akuyi kuzenzela umfanekiso oqingqiweyo, nanye into efana nesezulwini pezulu, nesemhlabeni pantsi apa, nesemanzini pantsi kwomhlaba: akuyi kutoba pambi kwazo; akuyi kuzikonza kanjalo: ngokuba mna Yehova, utixo wako, ndi ngutixo onekwele, ndiyohlwayela inkohlakalo yoyise pezu kwabantwana, pezu kwesesitatu napezu kwesesine isizukulwana sabanditiyayo;

Free Reading Plans and Devotionals related to I‐Kesodusi 20:4-5