YouVersion Logo
Search Icon

I‐Kesodusi 16:3-4

I‐Kesodusi 16:3-4 XHO1902A

Lwaye usapo luka‐Sirayeli lusiti kubo: Akwaba sabesifele ezweni le‐Jipete ngesandla sikayehova, nxa sibe sihleli ngasezimbizeni zenyama, nanxa sibe sisitya isonka kwada kwahlutwa! ngokuba nisipumisile ukuza kulentlango, ukuba nibubise wonke lomhlambi ngokulamba. Wandula uyehova wati ku‐Mosesi: Bona ke, ndiya kuninisela isonka ezulwini; babeya kupuma abantu, babute into yemini nye ngemini yayo; ukuze ndibalinge, ukuba bohamba emtetweni wam, abayi kuhamba kuwo, kusinina.

Free Reading Plans and Devotionals related to I‐Kesodusi 16:3-4