Umshumayeli 8:8
Umshumayeli 8:8 XHO1902A
Akuko mntu onamandla pezu kwomoya, okuba awubambe umoya; kanjako akuko onamandla pezu kwomhla wokufa: ewe, akuko kundululwa kwokukulwa; kanjalo inkohlakalo ayiyi kubasindisa abenzi bayo.