YouVersion Logo
Search Icon

Umshumayeli 12:14

Umshumayeli 12:14 XHO1902A

Ngokuba izenzo zonke eya kuzizisa utixoekugwebeni, kunye nezinto zonke ezifihlakeleyo, nokuba zilungile, nokuba zikohlakele.