Umshumayeli 11:6
Umshumayeli 11:6 XHO1902A
Ngako kusasa hlwayela imbewu yako, nangokuhlwa ungapumzi isandla sako; ngokuba ungazi ukuba yiyipina eya kuhluma, ukuba yilé, ukuba yileyo, kusinina; nokuba ziya kufana ukulunga zombini na.