I‐Duteronomi 8:2
I‐Duteronomi 8:2 XHO1902A
Wauya kukumbula yonke indlela akuhambisile ngayo UYEHOVA, UTIXO wako, leminyaka ingamashumi mane, entlango, ukuze akutobe, akulinge, aze akwazi okusentliziyweni yako, ukuba uya kugcina imiyalelo yake, ungayigcini kusinina.





