I‐Duteronomi 8:18
I‐Duteronomi 8:18 XHO1902A
Kodwa uya kukumbula UYEHOVA, UTIXO wako, ukuba nguye okunikayo amandla okwenza ubutyebi; ukuze aluqinise ucebano lwake, abefungela oyihlo bako ngalo njengokuba kunjalo namhla nje