I‐Duteronomi 8:15
I‐Duteronomi 8:15 XHO1902A
owakuhambisayo kulontlango inkulu eyoyikekayo, apo zikoyo inyoka ezibumliloṙa, nonomadudwane, nokwoma, apo kungeko amanzi kona; owakupumisela amanzi eweni lelitye elilukuni