I‐Duteronomi 32:39
I‐Duteronomi 32:39 XHO1902A
Bonani kaloku ukuba mna ndinguye; akuko UTIXO kunye nam: ndiyatisa, ndiyenza kudliwe ubomi kanjako; ndiyatyumza, ndiyapolisa kanjako; akuko namnye ongahlangulayo esandleni sam.