I‐Duteronomi 30:17-18
I‐Duteronomi 30:17-18 XHO1902A
kodwa ukuba intliziyo yako iyajika, ude ungeva, wandule ukukuliswe, utobe pambi kwabo otixo bambi, ubakonze; ndiyaxela kuni namhla, okokuba niya kububa ngenyaniso; aniyi kwolula imihla pezu kwelolizwe, apo uwela i‐Yoredane ukuya kungena kona, ukuba ulifuye.





