I‐Duteronomi 16:19
I‐Duteronomi 16:19 XHO1902A
Akuyi kutyekisa ugwebo; akuyi kubuka ubuso; nebaso akuyi kulamkela; ngokuba ibaso limfamekisa amehlo abalumkileyo, lijikise amazwi abalungileyo.