I‐Duteronomi 16:16
I‐Duteronomi 16:16 XHO1902A
Kwoba ngamaxesha matatu emnyakeni mnye onke amadoda ako aya kubonakala ebusweni BUKAYEHOVA, UTIXO wako, kulondawo aya kunyula yona: ngomtendeleko wezonka ezingenagwele, nangomtendeleko weveki, nangomtendeleko wamapempe; kodwa akayi kubonakala ebusweni BUKAYEHOVA engenanto





