U‐Hamose 8
8
1Yenje nje ukundibonisa inkosi e nguyehova: kekaloku nasi isitya seziqa̔mo zehlobo. 2Yaisiti: Yinto nina uyibonayo, Hamose! Ndati: Sisitya seziqa̔mo zehlobo. Waza wati uyehova kum:
Ukupela sekufikele abantu bam o‐Sirayeli; andisayi kupinda ndidlule kubo. 3Ingoma zendlukazi zoba zizililo ngomhla lowo, itsho inkosi e nguyehova; izidumbu zoba zininzi; kuzo zonke indawo kuya kulahlwa ngokuti tu. 4Yivani oku, nina ninxameleyo abasweleyo! ukuze nigqibele amahlwempu elizwe, 5nisiti: Yopela ninina inyanga etwasileyo, ukuba sitengise ngenqolowa; nesabata, ukuba sivulele inkozo? nisenza iyefa ibe ncinane, neshekele ibe nkulu, nipata ngobuxoki izilinganiselo zenkohliso: 6ukuze sitenge amahlwempu ngemali, nabasweleyo ngesibini sezihlangu; siti namakoba enkozo sitengise ngawo.
7 Uyehova ufungile ubungcwalisa buka‐Yakobi, esiti: Ngenyaniso andisayi kulibala zonke izenzo zabo napakade! 8Ilizwe aliyi kungcangcazela na ngenxa yoku? nabo bonke abemiyo kulo abayi kulila na? liya kunyuka lipela njengomlambo; liya kukukuliswa, lintywiliswe nokuntywiliswa, njengangawo umlambo wase‐Jipete. 9Kwakuya kuti ngalomhla, itsho inkosi e nguyehova, ndolitshonisa ilanga emini enkulu, ndilenze ilizwe libe mnyama pakati kwemini esileyo. 10Ndoyiguqula imitendeleko yenu ibe kukulila, nazo zonke ingoma zenu zibe kukukala; ndiya kunyusela pezu kwazo zonke izinqe intlakantlaka, napezu kwentloko zonke ubunqai; ndandiya kulenza ilizwe njengokulilelwa umntwana oyedwa, nokupela kwalo njengomhla oṙaṙa.
11Bona ke, imihla iyeza, itsho inkosi e nguyehova, nxa ndiya kutuma indlala elizweni: ingeyeyokulanjelwa isonka, ingeyeyokunxanelwa amanzi, iyeyokuva amazwi kayehova. 12Boti abantu babadule kolunye ulwandle kude kube lolunye ulwandle, nakuyo inode kude kube sempumalanga; baya kusukasuka ngokulifuna ilizwi likayehova, kanti abayi kulifumana. 13Ngomhla lowo ziya kucubuka intombi zipela ezintle, namadodana, linxanwa: 14abafungayo ityala le‐Samariya, batsho ukuti: Bomi botixo wako, Dane! nokuti: Bomi besiko le‐Beresheba! bowa kwa bona, bangabuyi bapakame.
Currently Selected:
U‐Hamose 8: XHO1902A
Highlight
Copy
Compare
Share
Want to have your highlights saved across all your devices? Sign up or sign in
Published by the British and Foreign Bible Society in 1902.

: