Eyesibini ka‐Samyali 24:25
Eyesibini ka‐Samyali 24:25 XHO1902A
Waza u‐Davide wakela kona kuyehova isibingelo, wanikela amadini okutshiswa neminikelo yoxolo. Ngako uyehovawakungeleka ngenxa yelizwe, sada sanqamka isibulalo kwa‐Sirayeli.