Bible App logo
Search Icon

Eyesibini ka‐Samyali 24:24

Eyesibini ka‐Samyali 24:24 XHO1902A

Kodwa ukumkani wati ku‐Arauna: Hai; koko ndiya kusitenga ngenyaniso kuwe ngenani: ngokuba ndingayi kunikela kuyehova, utixo wam, amadini okutshiswa angamelwanga nto. Kwa njalo u‐Davide watenga isibaya sokubula nenkabi ngeshekele zesilivere ezimashumi mahlanu.

Free Reading Plans and Devotionals related to Eyesibini ka‐Samyali 24:24