Bible App logo
Search Icon

Eyesibini ka‐Samyali 23:3-4

Eyesibini ka‐Samyali 23:3-4 XHO1902A

Wati utixo wo‐Sirayeli, — olilityekazi lo‐Sirayeli wateta kum, esiti: Kwobako umpati pezu kwabantu olungileyo, umpati emoyika utixo; oya kuba njengokukanya kwokusa, lakupuma ilanga, njengokwokusa okungenamafu, njengenca eluhlaza ipuma emhlabeni ngokukazimla emva kwemvula.

Free Reading Plans and Devotionals related to Eyesibini ka‐Samyali 23:3-4