Eyesibini ka‐Samyali 16:11-12
Eyesibini ka‐Samyali 16:11-12 XHO1902A
Waza u‐Davide wati ku‐Abishai nakuzo zonke izicaka zake: Bona ke, unyana wam owapuma ematunjini am, uyafuna ubomi bam; kwoba kangakananina ngakumbi kaloku enje njalo lom‐Benjamine? myekeni, makaqalekise; ngokuba uyehova emxelele: kungaba uyehova uya kukangela pezu kwelishwa lam, aze uyehova abuyekeze kum okulungileyo esikundleni sokuqalekisa kwake namhla nje.





