Eyesibini incwadi ka‐Petrosi 2:21-22
Eyesibini incwadi ka‐Petrosi 2:21-22 XHO1902A
Ngokuba ngekuba kubalungele ukuba babe bengayazanga indlela yobulungisa, ngapezu kwokuba bati, emvenikweni bayazileyo, baguquke kuwo umyalelo ongcwele obunikelwe kubo. Kodwa kubahlele okwomzekeliso oyinyaniso: Inja ibuyele emhlanzweni wayo; nehangukazi ebihlanjiwe, endaweni yokuqikileka eludakeni.

![[Know This] Promises of Deception and Demise Eyesibini incwadi ka‐Petrosi 2:21-22 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)](/_next/image?url=https%3A%2F%2Fimageproxy.youversionapi.com%2Fhttps%3A%2F%2Fs3.amazonaws.com%2Fyvplans%2F55849%2F1440x810.jpg&w=3840&q=75)



