YouVersion Logo
Search Icon

Eyesibini incwadi ka‐Petrosi 1:3-4

Eyesibini incwadi ka‐Petrosi 1:3-4 XHO1902A

Ukuba amandla ake abutixo esipile zonke izinto ezilungele ubomi nobubedesho, ngako ukwaziwa kwalowo owasibizayo ngabo ubungcwalisa namandla; okungazo sipiwe izitembiso ezikulu kunene ezinqabileyo, ukuze niti ngezi nibe nobudlelana nawo ummilo obutixo, nisindile nje kulo ulwonakalo oluselizweni ngayo inkanuko;

Verse Images for Eyesibini incwadi ka‐Petrosi 1:3-4

Eyesibini incwadi ka‐Petrosi 1:3-4 - Ukuba amandla ake abutixo esipile zonke izinto ezilungele ubomi nobubedesho, ngako ukwaziwa kwalowo owasibizayo ngabo ubungcwalisa namandla; okungazo sipiwe izitembiso ezikulu kunene ezinqabileyo, ukuze niti ngezi nibe nobudlelana nawo ummilo obutixo, nisindile nje kulo ulwonakalo oluselizweni ngayo inkanuko;Eyesibini incwadi ka‐Petrosi 1:3-4 - Ukuba amandla ake abutixo esipile zonke izinto ezilungele ubomi nobubedesho, ngako ukwaziwa kwalowo owasibizayo ngabo ubungcwalisa namandla; okungazo sipiwe izitembiso ezikulu kunene ezinqabileyo, ukuze niti ngezi nibe nobudlelana nawo ummilo obutixo, nisindile nje kulo ulwonakalo oluselizweni ngayo inkanuko;

Free Reading Plans and Devotionals related to Eyesibini incwadi ka‐Petrosi 1:3-4