Eyesibini yokumkani 3:17
Eyesibini yokumkani 3:17 XHO1902A
ngokuba esitsho uyehova ukuti: Aniyi kubona umoya, aniyi kubona nemvula; noko ke intili leyo iya kuzaliswa ngamanzi, naniya kusela nina, nenkomo zenu, nezilo zenu.