Eyesibini yokumkani 2:14
Eyesibini yokumkani 2:14 XHO1902A
Waza watabata ingubo ka‐Elija ebiwile kuye, wawabeta amanzi, wati: Upina uyehova, utixo ka‐Elija? Kwa yena akuwabeta amanzi, ahluka wona nalapa napaya; wada wawela u‐Elisha.