Eyesibini yokumkani 1:10
Eyesibini yokumkani 1:10 XHO1902A
Kodwa wapendula u‐Elija, wati kuyo inkosi yamashumi mahlanu: Ukuba ke ndiyindoda katixo mna, mauhle umlilo ezulwini, udle wena namashumi mahlanu ako. Waza wehla umlilo ezulwini, wadla yona namashumi mahlanu ayo.





