YouVersion Logo
Search Icon

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 2:14-15

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 2:14-15 XHO1902A

KODWA makubulelwe KUTIXO, oti ngamaxesha onke asenze soyise ku‐Kristu, nevumba lokwaziwa kwake alibonakalise ngati kuzo zonke indawo. Ngokokuba silivumba elimnandi lika‐Kristu kuye UTIXO, pakati kwabo basindiswayo, napakati kwabo babubayo

Free Reading Plans and Devotionals related to Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 2:14-15