YouVersion Logo
Search Icon

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:6-7

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:6-7 XHO1902A

Ngokuba xeshekweni ndifuna ukuqa̔yisa, andiyi kuba sisidenge; ngokuba ndiya kuteta inyaniso: kodwa ndiyayeka, kuze kungabiko mntu ondibalelayo ngokupezulu kwoko abonayo ukuba ndikuko, umhlaumbi akuvayo kum. Kanjalo ukuze ndingazipakamisi ngokugqitileyo ngabo ubungangamsha bezityilo ezo, kwanikwa kum ameva enyameni yam, ingelosi ka‐Satane ukuba indintliteke, ukuze ndingazipakamisi ngokugqitileyo.

Free Reading Plans and Devotionals related to Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:6-7