Bible App logo
Search Icon

Eyokuqala ka‐Samyali 4:18

Eyokuqala ka‐Samyali 4:18 XHO1902A

Kwabekute, nxa abekankanya ityeya katixo, wandula wawa esihlalweni ngomva, ngasecaleni lesango, yati intamo yake yapuka, wada wafa; ngokuba ebelixego, wayenzima kanjalo. Wayegweba o‐Sirayeli iminyaka yamashumi mane.

Video for Eyokuqala ka‐Samyali 4:18