Eyokuqala ka‐Samyali 28:5-6
Eyokuqala ka‐Samyali 28:5-6 XHO1902A
Wati u‐Saule akubona umkosi wama‐Filistiya, wasuka woyika, nentliziyo yake yangcangcazela kakulu. Waza wabuza u‐Saule kuyehova, kodwa uyehova akampendula, nangamapupa, nange‐Urime, nangabaprofite.





