Eyokuqala ka‐Samyali 24:5-6
Eyokuqala ka‐Samyali 24:5-6 XHO1902A
Kwaye kute emveni kwoko, ukuba intliziyo ka‐Davide yambeta, ngenxa yokuba ebetshecile isondo lengubo ka‐Saule. Wayesiti kumadoda ake: Ubunzima mabube kum buvela kuyehova, ukuba ndiyenza lento kwinkosi yam, kumtanjiswa kayehova, yokuba ndisolule isandla sam ngakuye! ngokuba engumtanjiswa kayehova yena.





