Eyokuqala ka‐Samyali 17:46
Eyokuqala ka‐Samyali 17:46 XHO1902A
namhla nje uyehova wokunikela esandleni sam; ndandiya kukubeta, ndisuse intloko yako kuwe, ndinike izidumbu zomkosi wama‐Filistiya namhla nje kuzo intaka zezulu, nakuwo amaṙamncwa omhlaba; ukuze umhlaba wonke wazi ukuba uko utixo kwa‐Sirayeli:





