Eyokuqala ka‐Samyali 17:45
Eyokuqala ka‐Samyali 17:45 XHO1902A
Wandula u‐Davide wati kum‐Filistiya: Wena uyeza kum ngeṙele, nangentshuntshe, nangekaka; kodwa mna ndiyeza kuwe egameni likayehova wemikosi, utixo wamabandla ama‐Sirayeli, lowo umgxekileyo:





